Qhawe lam lyrics
Earlier today, South african talented singer Zuko SA dropped off his new song, titled “Qhawe lam” which the artist decided to take over the streets with the brand new song a banger so to say.
Oh nyanam
Hamba ngalamandla endikunike wona Nyanam qhawe lam Hamba ngalamandla endikunike wona Qhawe lam sana lwamUzungafuni ukufana nabanye
Ngoba into zakho zidinga idolo Zonk mntanam Fun’ujonge phezulu Ah phezulu Xa kuphel’amandla kufik;ubunzimaFun’ujonge phezulu ah phezulu
Lapho uncedo lwakho luvela khona Andithembanga ukuhlakanipha kwakho Andithembanga nabantu oya kubo Mna ndithembe imfundiso zam Nemfefe zikamdali phezu kwakhoHamba ke uyoduma ezizweni
Zungalibali ikhaya lakho Intloniphi uthando noxolo Luhlale lugqamile entliziyweni yakhoEntliziyweni yakho
I’ve seen it all
Been through it all Ndiyabulela mama Imfumndiso zakho Zilikhaya kum Ndiyabulelela tataAndidingi thando
Ngoba ndiyazi ndizolifumana lonke Esifubeni sakho Indlela zam ziyakhanya Inyembezi zakho zosulwa Ndipheth’impendulo yemithandazo yakhoIndlela zam ziyakhanya
Inyembezi zakho zosulwa (Zosulwa) Ndipheth’impendulo yemithandazo yakhoEntliziyweni yakho
Entliziyweni yakhoHamba ke uyoduma ezizweni
Zungalibali ikhaya lakho Intloniphi uthando noxolo Luhlale lugqamile entliziyweni yakhoEntliziyweni yakho
Hamba mntanam hamba ntanam Esezulwini Intsikelelo phezu kwakho